Menu
Cart 0
Uluhlu Lwezinto eziza kwenziwa nguGogo ibhalwe ngu Portia Dery

Uluhlu Lwezinto eziza kwenziwa nguGogo ibhalwe ngu Portia Dery

  • R 13000


UFatima uzimisele ukuncedisa ngale mini. Uza kuncedisa uGogo ngoluhlu lwakhe lwezinto aza kuzenza kwaye wonke umntu uza kuyiqonda into yokuba uyintombazana endala ngoku!

Kodwa izinto azihambi ngendlela alindele ukuba zihambe ngayo...

Wenze ntoni, Fatima?


We Also Recommend