Menu
Cart 0
UMnumzane Mvundla udibana noMnumzana Mandela nguChris van Wyk (isiXhosa)

UMnumzane Mvundla udibana noMnumzana Mandela nguChris van Wyk (isiXhosa)

  • R 12000


UMnumzane Mvundla uchola imali yephepha engama-R200 emnyango. Xa eyiguqula le mali ubona ubuso bukaMnumzane Mandela aze agqibeekubeni abe ligorha, aye kwisixekoesikhulu saseRhawutini ukuya kubuyisela imali kuMnumzane Mandela.

Kodwa uMnumzane Mvundla akakwazi ukufunda kwaye ugqitha abantu abaninzi endlelemi yakhe abayifunayo le mali kaMnumzane Mandela.

Format Paperback

Pages 34 

ISBN 9781431424405


We Also Recommend