Skip to product information
1 of 1

Penguin Random House South Africa

Ingcali Kwezenzululwazi Elityelweyo: Ibali LikaSaul Sithole, by Lerato Trok (isiXhosa)

Ingcali Kwezenzululwazi Elityelweyo: Ibali LikaSaul Sithole, by Lerato Trok (isiXhosa)

Regular price R 150.00 ZAR
Regular price Sale price R 150.00 ZAR
Sale Sold out
Tax included.

Ingcali kwezeNzuluwazi Elityelweyo: Ibali likaSaul Sithole libali elingazange libaliswe lengcali emnyama enguvulindlela kwezenzululwazi, owabanegalelo elikhulu kumacandelo e-anthropholoji ne-onitholoji eMzantsi Afrika. USaul Sithole wayezinikele kumsebenzi wakhe yaye akazange atyhafiswe nabubunzima bocalucalulo ekunikeleni ngeminyaka engama-62 yobomi bakhe kumsebenzi wezenzululwazi ngeentaka namathambo akudala. Ukuza kuthi ga ngoku, uSaul akazange anike imbeko emfaneleyo yokubonwa nokunakanwa ngokusemthethweni ngomsebenzi wakhe. Le ncwadi ivuma igalelo lakhe, lokwabelana ngomsebenzi wobomi bakhe nokutyananazisa ibali elizakukhuthaza izizukulwana ezizayo zeengcali kwezenzululwazi.

Find this book in EnglishisiZulu and Sesotho

View full details
Colourful cubes that hold books at outdoor street library in Soweto

Give a book

Buy an extra copy of your book and we'll donate it to one of our outdoor Street Libraries, or to one of our reading programmes. Just add a note to your card with the code #buyabookforachild.