Inkosana eyOnwabileyo ka-Oscar Wilde (isiXhosa)
- SKU: 9781431405282
- Category: All, Children's, isiXhosa, New & newly arrived books
Ibali elingaphelelwayo, elisenentsingiselo nanamhla oku nelibonisa uvelwano nenkathalo phakathi kweNkosana eyOnwabileyo neNkonjane lenziwe ukuba linike umdla ngakumbi yimizobo emangalisayo ezotywe ngenkathalo nguJoan Rankin. Ibali elisathandwa nanamhla oku elapapashwa okokuqala ngowe-1888, liza konwatyelwa ngabadala kunye nabantwana.
Format Paperback
Pages 26
ISBN 9781431405282