Kwezi Amhlelo 1-3 (isiXhosa) New Africa Books

Kwezi Amhlelo 1-3 (isiXhosa)

R 145.00 14500
4 items In Stock
  • Successful pre-order.Thanks for contacting us!
  • Order within
Book Title
Kwezi Amhlelo 1-3 (isiXhosa)
Author
New Africa Books
ISBN
9781485625827
Ulelona gorha elinamandla amangalisayo elizweni, kodwa ingaba unawo umdla wokufumanisa kabanzi ngamadlakazi anawo? uKwezi lityendyana lomfana ofumanisa ukuba unamandla angaphezulu kwawmvlo. Uhambo lwakhe luqala ngelixa azama ukufezekisa amaphupha akhe, Apho asebenzisa amandla akhe angummangaliso ukuphucula iwonga lakhe ekuhlaleni. Oku kwenzeka de abe ufunyanwa ngabantu abathathu abanamandla afana nawakhe.    Author Loyiso MkizeISBN 9781485625827Format PaperbackPages 44p.  

Ulelona gorha elinamandla amangalisayo elizweni, kodwa ingaba unawo umdla wokufumanisa kabanzi ngamadlakazi anawo?

uKwezi lityendyana lomfana ofumanisa ukuba unamandla angaphezulu kwawmvlo. Uhambo lwakhe luqala ngelixa azama ukufezekisa amaphupha akhe, Apho asebenzisa amandla akhe angummangaliso ukuphucula iwonga lakhe ekuhlaleni. Oku kwenzeka de abe ufunyanwa ngabantu abathathu abanamandla afana nawakhe. 

Author Loyiso Mkize
ISBN 9781485625827
Format Paperback
Pages 44p.