Menu
Cart 0

Ndingumafrika nguJoanne Bloch and Sue Heese (isiXhosa)

  • R 12000


NdingumAfrika 

Kule ncwadi, iimbacu eziselula zibalisa amabaliazo. Zichaza ngokwazo amava azo okusaba imfazwe kwakunye nendlela ezizame ngayo ukuzilungisela imeko ezizifumene zikuyo kwilizwe elitsha. Ngamanye amaxesha zidibene neenzima kodwa amabali azo abonisa indlela ezizibene nazo. La mabali abonisa nokuba abantu abatsha ababalisa apha abahlukanga kubantu abatsha balapha eMzantsi Afrika- nabo bayawuthanda umculo, ezemidlalo kunye nokonwaba. 

Author Joanne Bloch and Sue Heese
ISBN 1869285220, 9781869285227
Fortmat Paperback
Pages 78 pages


We Also Recommend