Ntingela Phezulu Thoko, nguNiki Daly Booksite Afrika

Ntingela Phezulu Thoko, nguNiki Daly

R 130.00 13000
1 item In Stock
  • Successful pre-order.Thanks for contacting us!
  • Order within
Book Title
Ntingela Phezulu Thoko, nguNiki Daly
Author
Booksite Afrika
ISBN
9781431430536
NguThoko! Le yincwadi yesithathu kwiincwadi zikaThoko ezifundeka lula zombhali nomzobi othandwayo, uNiki Daly. Abathandi beencwadi ezinezihloko ezithi Halala! Thoko kunye nesithi Sharp-Sharp! Thoko baza kuwonwabela amanye amabali kaThoko alandela nathungelana nomxholo wamahlandenyuka womlinganiswa othandekayo. Ngowama- 2009, uNiki wawongwa ngeMbasa iMolteno Medal ngempumelelo kuncwadi lwabantwana azinikele ubomi bakhe bonke kulo.