Menu
Cart 0
Uphi uJamela

Uphi uJamela

  • R 15000



UMama uneendaba ezimnandi ‰ۡÌÝÌÕ ufumene umsebenzi kunye nendlu entsha kufutshane nomsebenzi lowo! Kodwa uJamela akazithandanga ezindaba, wayethanda le indala, kwaye iyeyona wayiqhelile. Ngemini abafuduka ngayo sisiphithiphithi nje, kodwa ekugqibeleni yonke into ilayishiwe, kwaye nelori sele ikulungele ukutsala. Kodwa ‰ۡÌÝ_ uphi uJamela?


We Also Recommend