Skip to product information
1 of 1

Halala! Thoko nguNiki Daly (isiXhosa)

Halala! Thoko nguNiki Daly (isiXhosa)

Regular price R 120.00 ZAR
Regular price Sale price R 120.00 ZAR
Sale Sold out
Taxes included.
Quantity

Halala! Thoko Nanko uThoko esiza! UThoko uluncedo!
UThoko uyonwabisa! UThoko ulungile! UThoko liqhawekazi elithandekayo elitsha likaNiki Daly. UThoko unobomi, kwaye apho akhoyo ubashiya abantu begigitheka lulonwabo aze abashiye abambalwa bengonwabanga. Ngokuqinisekileyo, uThoko uza kuba ngomnye umhlobo wethu othandekayo. UNiki ukwenza ukufunda ngobomi usengumntwana kube malunga nezinto zokwenyani yaye konwabise. Ngonyaka wama-2009 uNiki wawongwa ngembasa iMolteno Gold Award ngeMpumelelo yanaPhakade kuNcwadi. Le yincwadi yokuqala kuluhlu lweencwadi ezimalunga noThoko, enamabali amane ekulula ukuwafunda.

Find this book in AfrikaansEnglish, and isiZulu

View full details