1
/
of
1
Kwakuhle! Thoko (isiXhosa)
Kwakuhle! Thoko (isiXhosa)
Regular price
R 120.00 ZAR
Regular price
Sale price
R 120.00 ZAR
Taxes included.
Quantity
Couldn't load pickup availability
Nanko uThoko esiza kwakhona! Enemizobo ethandekayo namabali amane encumisa intliziyo ekulula ukuwafunda, nathe uNiki Daly wayila ngawo incwadi yesibini emalunga noThoko – ekukho siqinisekiso sokuba uza kuba ngomnye wabalinganiswa bakhe abathandwa kakhulu. Ngowama-2009, uNiki wawongwa ngeMbasa iMolteno Gold Award ngempumelelo kuncwadi lwabantwana azinikele ubomi bakhe bonke kulo.Khangela incwadi ethi Huntshu! Thoko.
Share
