1
/
of
1
NdinesiKhumba esiNtsundu neeNwele ezimaJikojiko, by Karen Theunissen (IsiXhosa)
NdinesiKhumba esiNtsundu neeNwele ezimaJikojiko, by Karen Theunissen (IsiXhosa)
Regular price
R 130.00 ZAR
Regular price
Sale price
R 130.00 ZAR
Taxes included.
Quantity
Couldn't load pickup availability
Wonke umntu sapho ukhangeleka enomahluko. UTata mde kwaye umnyama. UMama uneewele ezimbala udaka namehlo aluhlaza. Abanye babantwana baneenwele ezolukileyo; ze abanye babe neenwele ezijikojiko. Abantu babajonga ngendlela enemibuzo, de ngenye imini, omnye wabantwana waba nesibindi sokuthetha ngokuziqhenya ngobuni bakhe emva kokuba efunda ngemvelaphi yakhe nangokuba kutheni ekhangeleka enomahluko.
Share
