Skip to product information
1 of 1

Jacana

Intombazana yoHlaza (isiXhosa)

Intombazana yoHlaza (isiXhosa)

Regular price R 130.00 ZAR
Regular price Sale price R 130.00 ZAR
Sale Sold out
Taxes included.

Uzenzele uyaithanda yonke imithi ehlathini. Uyawuva umlingo nemimangaliso yaya, Kodwa owona mthi awuthanda kunene ngumthi weBaobab Ukuba nje ebekwazi ukuthetha nemithi!

Kuze kuthi ngemini yomhla wokuzalwa kwakhe uZenzele natyelele ngayo uMakhulu wakhe enzulwini yehlathi, afumane umlingo omangalisayo.

Kungaba yintoni bethu? Yinto uZenzele ekufuneka eyinakekele, info eyakumnxibelelanisa unaphakade nehlathi alithandayo.

Min'e mnsandi kuwe, Ntombazana yoHlaza!

View full details
Colourful cubes that hold books at outdoor street library in Soweto

Give a book

Buy an extra copy of your book and we'll donate it to one of our outdoor Street Libraries, or to one of our reading programmes. Just add a note to your card with the code #buyabookforachild.