Skip to product information
1 of 1

Kwezi: Uhlelo lomqokeleli, Issues 4-6 (isiXhosa)

Kwezi: Uhlelo lomqokeleli, Issues 4-6 (isiXhosa)

Regular price R 145.00 ZAR
Regular price Sale price R 145.00 ZAR
Sale Sold out
Taxes included.
Quantity

Uhambo lenkwenkwe enamandla angaphezu kwawemvelo luyaqhubekeka njengoko simbona enlangana kwakhona nefemeli yakhe ekhaya kwilali ilangelihle, empuma kapa.

Kungekudala efikile ekhaya ukwezi uxaban nabazali bakhe aze ohlukane nomhlobo wakhe u-Azania.

Wazisiwa ngomsebenzi ongcwalisekileyo, nongaqhelekanga ekufuneka ewenzile ukuze anyukele kubungangamsa bakhe.

Ngaxeshanye, kwintlango inamib endleleni eya kufuna uncedo malunga nokutyhila isiprofetho, umohali kunye nokhoi badibana "neziqobo ezithathu", oonogada abatshintsha isimo sabo abangasoze banqandwe mntu ekukhuseleni imboni yabo.

Emva erhawutini kukho into engahambi kakuhle eyenziwa ngumnumzana umpisi.

Ingaba ukwezi uyavifumana into ayikhangelayo kuhambo lwakhe kwaye

Ingara umorali nokhoi bavayifumana indlela yabo eya kwimboni enkulu?

By (author): Loyiso Mkize. By (author): Clyde Beech.

View full details