1
/
of
1
uShudu uFumanisa ukuba unoMlingo, nguShudufhadzo Musida (isiXhosa)
uShudu uFumanisa ukuba unoMlingo, nguShudufhadzo Musida (isiXhosa)
Regular price
R 120.00 ZAR
Regular price
Sale price
R 120.00 ZAR
Taxes included.
Quantity
Couldn't load pickup availability
Ibali nguShudufhadzo Abigail Musida Imizobo nguChantelle noBurgen Thorne Kule ncwadi entle kangakanana nenika inkuthazo, uMiss South Africa, uShudufhadzo Musida, ubalisa ngebali lakhe lobuntwana; eyintombazana ethanda ukucula, ukudanisa nelincoko, ekhulele kwilali eyaziwa ngokuba yiHa-Vhangani, egcwele uthando, ingakumbi elikamama wakhe noGogo Gugu.
Kodwa izinto zange zimhambele kakuhle uShudu ngelixa ethuthela kwidolophu entsha, apho afika agezelwe ngabanye afunda nabo, bemenza isigculelo sabo. Funda ngendlela uShudu ajongana nazo ngayo iintsizi zakhe nemingeni adibana nayo, aze abe yintombazana, nenina eliqolileyo elifunde kabanzi ngokuzithanda!
Share
