Skip to product information
1 of 1

Masidlaleni isiZulu

Masidlaleni isiZulu

Regular price R 150.00 ZAR
Regular price Sale price R 150.00 ZAR
Sale Sold out
Taxes included.
Quantity
Ukudlala yinto ebaluleke kakhulu ekufundeni. Le ncwadi ethi Masidlaleni ikhuthaza abantwana ukuba bahlole indawo ebangqongileyo baphuhlise nesakhono sabo sokuzenzela umfanekiso ngqondweni.

Njengokuba igcwele abalinganiswa abavela kwiintlanga ngeentlanga zoMzantsi Afrika esiziqhenyayo ngawo, le ncwadi izakukhuthaza abantwana ukuzenzela awabo amabali, bazicele umngeni wokudlala imidlalo emitsha baze bonwabe kangangoko nabahlobo babo.
View full details