1
/
of
1
uHector: Inkwenkwe, uQhankqalazo, neFoto eyaTshintsha uRhulumente woCalucalulo neNgcinezelo (isiXhosa)
uHector: Inkwenkwe, uQhankqalazo, neFoto eyaTshintsha uRhulumente woCalucalulo neNgcinezelo (isiXhosa)
Regular price
R 195.00 ZAR
Regular price
Sale price
R 195.00 ZAR
Taxes included.
Quantity
Couldn't load pickup availability
Inkwenkwe nje eqhelekileyo, uqhankqalazo Iwabafundi olunembali kunye nefoto
Kungojuni, 1976 - kwaye eSoweto, abafundi benza intshukumo. Urhulumente wengcinezelo nocalucalulo unyanzelisa ukuba abafundi bafundiswe ngolwimi
Iwesi Afrikansi, kwaye abafundi banomsindo yile nto. Ngokukhawuleza ilokishi
yonke iphumele ngaphandle ezitalatweni, kwaye kungekudala ihlabathi liza
kukwazi ngolu qhankgalazo nangokukhohlakala korhulumente wocalucalulo.
nguAdrienne Wright
Share
