Inkwenkwezi Efihlakeleyo, ngu K. Sello Duiker
Inkwenkwezi Efihlakeleyo, ngu K. Sello Duiker
Couldn't load pickup availability
Uninakhulu kaNolitye oneshumi elinanye leminyaka ubudala wayedla ngokuthi: wathint' abatazi, wathint' imbokodo. Akufumana ilitye elinobugqi uNolitye kwizitalato ezimthwaqusi sazePhola amazwi kaninakhulu alandela intetha engenye.
Ekunye nabahlobo bakhe ababini - uBheki ofekethisiweyo, noMaglasana, olilungu eliguqukileyo leqela labaPhithikezi elikhokhelwa nguNellie Qaqadekileyo - uNolitye usebenzisa amandla elitye ngendlela elungileyo kokokuqala aba bathathu bezimela uthi bazilwele kubaPhithikezi, uNolitye usindisa ubomi bukaRex, inkokheli yeqela lezinja zaselokishini ezithethayo; andule kubaligagu ajonge ngąo emehlweni uMa/tonga onenyoka ephilayo embala umdaka naluhlaza ayixwaye entanyeni.
Kodwa ngokukhawuleza uNolitye utumanisa ukuba ilitye elimbala umsobo-nazuba elinobuggi lelinye lamatye amahlanu adingekayo ukulungisa izinto ezathi zahamba gwenxa mhla uyise wathi wasweleka kwingozi yasemgodini ngelixa yena wayeneminyaka emihlanu ubudala. Okanye loo nto wayixelelwayo ngunina ...
Ngokudibanisa iqela labalinganiswa abathathwe ngąo ezintsomini kunye nobomi bemihla ngemihla başelokishini, uK. Sello Duiker udale ilizwe elinemimangaliso kunye nohlolo olunamahlandinyuka amangalisayo, ibali elingenamda waxesha eliza kunika umdla kubafundi abadala nabancinci.
Share
