Skip to product information
1 of 1

Uxanduva Olukhulu by Upile Bongco

Uxanduva Olukhulu by Upile Bongco

Regular price R 185.00 ZAR
Regular price Sale price R 185.00 ZAR
Sale Sold out
Taxes included.
Quantity

Incwadi yemifanekiso echukumisayo malunga nokomelela, ukuzazi, kunye nothando losapho. Rhoqo kusasa xa uTa’mkhulu encedisa uZinzo ekukhazimliseni izihlangu zakhe, umkhumbuza ukuba unezihlangu ezikhulu zokuzalisa. UZinzo ufuna ukwenza ootata bakhe bazidle, nangona behlala kude edolophini. Utatomkhulu umisela umzekelo omhle ngokuba nobubele nokunyamekela wonk’ ubani elalini. Kodwa xa abantwana esikolweni befunda ngosapho lukaZinzo olungaqhelekanga abanabubele kuye kwaphela. Ngaba uZinzo angababonisa ukuba ukwahluka akuyonto yokoyika? IBig Shoes to Fill yincwadi yaseMzantsi Afrika enebhongo ekhuthaza ukwamkelwa, ukuqonda kunye nobubele kuluntu lwe-LBGTQI+. Le ncwadi yemifanekiso ayiyona nje imbeko kumaqhina angaqhawukiyo eentsapho kodwa kunye nokubhiyozelwa kwesibindi sokuma phezulu kwizicathulo zomntu.

View full details